Ukuzazi ukuba ungubani akupheleli ekwazini igama lakho, kodwa kugqithisela ekwazini izinto ozimeleyo ungumntu, izinto ophila ngazo, izinto onako ukuzenza nezinto ongasoze uzenze ngenxa yomntu okhetha ...